Uisaya 49:21 XHO75

21 Ngubani na lo undizalele aba? Mna bendihluthiwe abantwana nje, ndaba ludlolo, ndafuduswa, ndagxothwa; ke aba bakhuliswe ngubani na? Uyabona, mna bendisele ndedwa; aba babephi na?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:21 kwimeko