Uisaya 49:23 XHO75

23 Ookumkani baya kuba ngabondli bakho, namakhosikazi abo abe ngabanyisi bakho. Baya kuqubuda kuwe, bese ubuso emhlabeni, bakhothe uthuli lweenyawo zakho; wazi ke ukuba ndinguYehova, obathembi bakhe bangayi kudana.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:23 kwimeko