Uisaya 5:2 XHO75

2 yasigaba, yawemba amatye, yasityala imidiliya yohlobo, yákha inyango phakathi kwaso, yaxhola kuso umkhombe wokukhongozela iwayini. Yalinda ukuba sivelise iidiliya ezizizo; ke sona savelisa iidiliya ezingezizo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 5

imbono Uisaya 5:2 kwimeko