Uisaya 5:20 XHO75

20 Yeha, abathi okubi kulungile, okulungileyo kubi; abamisa ubumnyama endaweni yokukhanya, ukukhanya endaweni yobumnyama; abamisa ubukrakra endaweni yobumnandi, ubumnandi endaweni yobukrakra!

funda isahluko epheleleyo Uisaya 5

imbono Uisaya 5:20 kwimeko