Uisaya 5:6 XHO75

6 Asiyi kuthenwa, asiyi kuhlakulwa; siya kumila ubobo namakhakakhaka; ndiwawisele umthetho amafu, ukuba angani mvula phezu kwaso.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 5

imbono Uisaya 5:6 kwimeko