Uisaya 50:10 XHO75

10 Ngubani na kuni owoyika uYehova, ophulaphula izwi lomkhonzi wakhe? Ohamba emnyameni, kungabi mhlophe kuye, makakholose ngegama likaYehova, ayame kuThixo wakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 50

imbono Uisaya 50:10 kwimeko