Uisaya 52:11 XHO75

11 Mkani, mkani, phumani apho; musani ukuphatha nto iyinqambi; phumani phakathi kwayo; zenzeni nyulu, nina bathwali beempahla zikaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 52

imbono Uisaya 52:11 kwimeko