Uisaya 53:4 XHO75

4 Okwenene, uzithabathele phezu kwakhe izifo zethu, wathwala umvandedwa wethu, ke thina besiba ungobandezelwayo nguThixo, ungocinezelwa nguye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 53

imbono Uisaya 53:4 kwimeko