7 Wakhandaniswa, wazithoba, engàwuvuli umlomo wakhe, njengemvana esiwa ekuxhelweni; nanjengegusha esisidenge phambi kwabachebi bayo, àkawuvula umlomo wakhe.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 53
imbono Uisaya 53:7 kwimeko