Uisaya 54:14 XHO75

14 Ùya kuzinza ngobulungisa; ungakhe uxhale, ngokuba akuyi kuba nakoyika; ungakhe uqhiphuke umbilini, ngokuba akuyi kusondela kuwe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 54

imbono Uisaya 54:14 kwimeko