Uisaya 54:4 XHO75

4 Musa ukoyika, ngokuba akuyi kudana; musa ukudideka lihlazo, ngokuba akuyi kuba nazintloni. Ngokuba ukudana kobuntombi bakho ùya kukulibala, ungcikivo lobuhlolokazi bakho ungabi salukhumbula.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 54

imbono Uisaya 54:4 kwimeko