Uisaya 55:3 XHO75

3 Thobani iindlebe zenu, nize kum; yivani, uphile umphefumlo wenu; ndenzè umnqophiso ongunaphakade nani, iinceba zikaDavide ezinyanisekileyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 55

imbono Uisaya 55:3 kwimeko