Uisaya 56:5 XHO75

5 ndobanika, endlwini yam nasezindongeni zam, indawo negama elilungileyo ngaphezu koonyana neentombi; ndobanika igama elingunaphakade elingayi kunqunyulwa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:5 kwimeko