Uisaya 56:7 XHO75

7 ndobázìsa entabeni yam engcwele, ndibavuyise endlwini yam yokuthandaza; amadini abo anyukayo nemibingelelo yabo yokholiseka esibingelelweni sam; kuba indlu yam kuya kuthiwa yindlu yokuthandaza ezizweni zonke.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:7 kwimeko