Uisaya 57:8 XHO75

8 Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi; ngokuba wathi ungekum wazityhila, wenyuka, wasenza sabanzi isilili sakho, wanqophisana nabo, wathanda kulala nabo, wandlala ukhuko.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 57

imbono Uisaya 57:8 kwimeko