Uisaya 58:2 XHO75

2 Ke bayandingxoka imini ngemini, bakunanzile ukuzazi iindlela zam. Njengohlanga olwenze ubulungisa àlwalishiya isiko loThixo walo, bacela kum imigwebo yobulungisa, bakunanzile ukusondela kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 58

imbono Uisaya 58:2 kwimeko