Uisaya 59:17 XHO75

17 Wanxiba ubulungisa ngokwengubo yentsimbi, wanxiba isigcina-ntloko sosindiso entloko; ukwambatha wambatha iingubo zempindezelo, wazithi wambu ngekhwele, kwanga kungengubo yokwaleka.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 59

imbono Uisaya 59:17 kwimeko