Uisaya 59:3 XHO75

3 Kuba izandla zenu zidyobhekile ligazi, neminwe yenu bubugwenxa; nomlomo wenu uthetha ubuxoki, ulwimi lwenu ludumzela ubugqwetha.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 59

imbono Uisaya 59:3 kwimeko