Uisaya 60:15 XHO75

15 Esikhundleni sokuba ubushiyiwe, uthiyiwe, akwabakho bani ucanda kuwe, ndiya kukwenza ke ingangamsha engunaphakade, imihlali yezizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 60

imbono Uisaya 60:15 kwimeko