Uisaya 60:22 XHO75

22 Omncinanana uya kuba liwaka, noweyeleyo abe luhlanga olunamandla. Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako oko.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 60

imbono Uisaya 60:22 kwimeko