Uisaya 61:9 XHO75

9 Iya kwaziwa imbewu yabo ezintlangeni, baziwe nabaphume ezibilinini zabo phakathi kwezizwe; bonke abababonayo baya kubazi ukuba bayimbewu ayisikeleleyo uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 61

imbono Uisaya 61:9 kwimeko