1 Ngenxa yeZiyon andiyi kuthi tu, ngenxa yeYerusalem andiyi kuzola, bude buphume njengokusa ubulungisa bayo, nosindiso lwayo njengesikhuni esidangazelayo;
funda isahluko epheleleyo Uisaya 62
imbono Uisaya 62:1 kwimeko