Uisaya 62:5 XHO75

5 Njengokuba indodana izeka intombi, oonyana bakho baya kuzeka wena; njengomyeni enemihlali ngomtshakazi, uThixo wakho uya kuba nemihlali ngawe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 62

imbono Uisaya 62:5 kwimeko