Uisaya 63:11 XHO75

11 Baza abantu bakhe bakhumbula imihla yasephakadeni kaMoses, bathi, Úphi na lo wabanyusa elwandle, ndawonye nomalusi womhlambi wakhe? Úphi na lowo wawubeka phakathi kwabo uMoya wobungcwele bakhe?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63

imbono Uisaya 63:11 kwimeko