Uisaya 63:7 XHO75

7 Ndiya kukhankanya iinceba zikaYehova, iindumiso zikaYehova ngokokufanele konke ukusiphatha kukaYehova; nokulunga kwakhe okukhulu kwindlu kaSirayeli, awayiphatha ngako ngokwemfesane yakhe, nangokobuninzi beenceba zakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63

imbono Uisaya 63:7 kwimeko