Uisaya 63:9 XHO75

9 Ekubandezelekeni kwabo konke wabandezeleka, nesithunywa sobuso bakhe sabasindisa; ekubathandeni kwakhe nasekubacongeni kwakhe wayebakhulula ngokumisela yena, wabafunqula; wabathwala yonke imihla yasephakadeni.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 63

imbono Uisaya 63:9 kwimeko