Uisaya 65:14 XHO75

14 Yabonani, abakhonzi bam baya kumemelela ngokuchwayitha kwentliziyo, ke nina niya kukhala ngumvandedwa wentliziyo, nibhomboloze kukwaphuka komoya wenu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 65

imbono Uisaya 65:14 kwimeko