Uisaya 65:16 XHO75

16 ngokokude athi ozisikeleleyo elizweni, azisikelele ngoThixo wenyaniso; athi ofungayo elizweni, afunge uThixo wenyaniso; ngokuba zilityelwe iimbandezelo zangaphambili, nangokuba zisithele emehlweni am.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 65

imbono Uisaya 65:16 kwimeko