Uisaya 65:25 XHO75

25 Kuya kudla ndawonye ingcuka nemvana, ingonyama idle umququ njengenkomo; inyoka, sibe luthuli isonka sayo. Aziyi kwenza bubi, zonakalise, kuyo yonke intaba yam engcwele; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 65

imbono Uisaya 65:25 kwimeko