Uisaya 66:8 XHO75

8 Ngubani na okhe weva kunjalo? Ngubani na okhe wabona izinto ezinjalo? Kuya kuzalwa ilizwe ngamininye na? Kuzalwa uhlanga ngasihlandlo sinye na? Ngokuba isathi ukuthi ukuzibhijabhija, yabazala onyana bayo iZiyon.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 66

imbono Uisaya 66:8 kwimeko