Uisaya 7:17 XHO75

17 UYehova uya kukuzisela wena nabantu bakho, nendlu kayihlo, imihla ekungazanga kubekho ingangayo, kususela kwimini wemka ngayo uEfrayim kwaYuda; ngukumkani waseAsiriya ke lowo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 7

imbono Uisaya 7:17 kwimeko