Uisaya 8:14 XHO75

14 Woba yingcwele kuni; ke yena uya kuba lilitye lokubetheka, neliwa lokukhubeka, kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, abe sisibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 8

imbono Uisaya 8:14 kwimeko