2 Yookumkani 1:15 XHO96

15 Ke isithunywa sikaNdikhoyo sathetha noEliya sathi: “Musa ukoyika wena, hamba uhle nalo.” Ngoko ke uEliya wahamba nalo, wehla waya kukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 1

imbono 2 Yookumkani 1:15 kwimeko