2 Yookumkani 1:17 XHO96

17 Ngenene ke wafa uAhaziya ngokwelizwi likaNdikhoyo elathethwa nguEliya.Ke kaloku uAhaziya lo wayengenanyana, ngoko ke kwangena uYoram endaweni yakhe waba ngukumkani wakwaSirayeli kunyaka wesibini kaYehoram unyana kaYoshafati ukumkani wakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 1

imbono 2 Yookumkani 1:17 kwimeko