2 Yookumkani 10:19 XHO96

19 Babizeni bonke abashumayeli bakaBhali, abanquli bakhe, ndawonye nababingeleli bakhe. Makungasali namnye, kuba ndiza kumenzela idini elikhulu uBhali. Umntu othe akeza akayi kudla bomi.” Kambe ke uYehu wayesenza iqhinga lokutshabalalisa bonke abanquli bakaBhali.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 10

imbono 2 Yookumkani 10:19 kwimeko