2 Yookumkani 10:24 XHO96

24 Bangena ke, benza iminikelo namadini atshiswayo. Ngoku ke uYehu wayemise amadoda angamashumi asibhozo ngaphandle, wathi: “Umntu okhe wabayeka baphuncula aba bantu ndininika bona, uya kubuyekeza ngobomi bakhe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 10

imbono 2 Yookumkani 10:24 kwimeko