2 Yookumkani 11:17 XHO96

17 Ke kaloku uJoyada wenza umnqophiso phakathi kukaNdikhoyo nokumkani ndawonye nabantu wokuba baya kuba ngabantu bakaNdikhoyo, waba lingqina nakumnqophiso ophakathi kwabantu nokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 11

imbono 2 Yookumkani 11:17 kwimeko