2 Yookumkani 12:1 XHO96

1 Ke kaloku ngonyaka wesixhenxe kaYehu uYowashe waba ngukumkani, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 12

imbono 2 Yookumkani 12:1 kwimeko