2 Yookumkani 12:21 XHO96

21 Loo maphakathi ambulalayo yayinguYozakare unyana kaShimeyati noYozabhele unyana kaShomere. Wasweleka ke, waza ke wangcwatywa phakathi kooyise kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAmaziya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 12

imbono 2 Yookumkani 12:21 kwimeko