2 Yookumkani 12:4 XHO96

4 UYowashe wathetha nababingeleli, wathi: “Qokelelani yonke imali eyiminikelo eziswa endlwini kaNdikhoyo; imali eqokelelwe ngobalo, imali yezifungo zabantu, ndawonye nemali eziswa endlwini kaThixo ngabo bazivayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 12

imbono 2 Yookumkani 12:4 kwimeko