2 Yookumkani 12:7 XHO96

7 Ngoko ke ukumkani uYowashe wabiza umbingeleli uJoyada nabanye ababingeleli, wababuza wathi: “Ngani ukuba nibe anikawulungisi umonakalo osendlwini kaThixo? Niyabona ke, sanukuba sathatha mali koonondyebo, koko yonke imali yinikezeleni ukuze kuhlaziywe ngayo indlu kaThixo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 12

imbono 2 Yookumkani 12:7 kwimeko