2 Yookumkani 12:9 XHO96

9 Umbingeleli uJoyada wathatha ityesana, wayigqobhoza isivalo, waza wayibeka kwicala lasekunene endlwini kaNdikhoyo kufutshane neqonga, ababingeleli ababegada isango bayigalela kuyo yonke imali eyayisiza nabantu endlwini kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 12

imbono 2 Yookumkani 12:9 kwimeko