2 Yookumkani 13:11 XHO96

11 Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kuba akahlukananga nezono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo; naye waziqhubela phambili.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:11 kwimeko