2 Yookumkani 13:19 XHO96

19 Ke umfo wakwaThixo wakhathazeka, wathi: “Ngewubethe kahlanu okanye kathandathu, ukuze ube uloyise walitshabalalisa mpela elakwa-Aram. Ngoku uya kuyoyisa kathathu kuphela.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:19 kwimeko