2 Yookumkani 13:9 XHO96

9 UYowahazi waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uYehowashe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 13

imbono 2 Yookumkani 13:9 kwimeko