2 Yookumkani 14:24 XHO96

24 Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kuba akashenxanga nakwesinye kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:24 kwimeko