2 Yookumkani 15:10 XHO96

10 Ke kaloku uShalum unyana kaYabheshe wamenzela iyelenqe uZakariya. Wamhlasela phambi kwabantu wambulala, waza wangena ezihlangwini zakhe wangukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:10 kwimeko