2 Yookumkani 15:24 XHO96

24 Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo uPekaya. Akashenxanga kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:24 kwimeko