2 Yookumkani 15:30 XHO96

30 Ke uHosheya unyana kaEla wamenzela iyelenqe uPeka unyana kaRemaliya. Suka wamhlasela wambulala, waza wangukumkani esikhundleni sakhe xa uYotam unyana kaUziya wayekunyaka wamashumi amabini elawula kwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:30 kwimeko