20 UAhazi waya kuphumla kunye nooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uHezekiya.
funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 16
imbono 2 Yookumkani 16:20 kwimeko